I L.O.V.E U

Imincili endinayo
Ngalomzuzu ndibhala lencwadi
Incwadi yothando
Ngamafutshane i l.o.v.e u

Ndithe ndihlale phantsi
Ndibhale lencwadi
Ndivule isifuba sam
Ngalendlela ondenza ndifeeler ngayo

Umfanekiso bendinawo ngothando
Oh sthandwa nguwe lo
Hayi ndiyazifela ngawe
Eh uyayazi nawe

Imincili endinayo
Ngalomzuzu ndibhala lencwadi
Incwadi yothando
Ngamafutshane i l.o.v.e u

Imincili endinayo
Ngalomzuzu ndibhala lencwadi
Incwadi yothando
Ngamafutshane i l.o.v.e u

Ndiyathemba xa ufika ekugqibeleni
Uyaphinda futhi uqale ukuqaleni
Akhont'ibingako
Ntonje bendifuna ukukuncumisa muthisa

Ndiyathemba xa ufika ekugqibeleni
Uyaphinda futhi uqale ukuqaleni
Akhont'ibingako
Ntonje bendifuna ukukuncumisa muthisa

Imincili endinayo
Ngalomzuzu ndibhala lencwadi
Incwadi yothando
Ngamafutshane i l.o.v.e u

Imincili endinayo
Ngalomzuzu ndibhala lencwadi
Incwadi yothando
Ngamafutshane i l.o.v.e u

Sthandwa
Bamba nasi isandla sam
Ungaxhali
Umgawabhanka lamagama

Sthandwa
Bamba nasi isandla sam
Ungaxhali
Umgawabhanka lamagama

Imincili endinayo
Ngalomzuzu ndibhala lencwadi
Incwadi yothando
Ngamafutshane i l.o.v.e u

Imincili endinayo
Ngalomzuzu ndibhala lencwadi
Incwadi yothando
Ngamafutshane i l.o.v.e u

Músicas más populares de Vusi Nova

Otros artistas de Pop