Thandiwe

SIMPIWE PAUL HALAM, VUSUMZI NONGXA

Thandiwe
Thandiwe
Thandiwe
Kwasekuqaleni wawungu thandiwe wam
Ndingafuni nokuva nto
Xa ndicinga ndiva buhlungu
Izinto zajika sekutheni na

Oh ndisele nengcinga
Ndicinga ngawe ubusuku nemini
Mntakwethu kwenzenjani
Phakathi kwam nawe
Ndicinga ngawe ubusuku nemini
Mntakwethu kwenzenjani
Phakathi kwam nawe

Ngoluthando ndicela sihlale sibonisana
Singayeki umhlaba asihlukanise
Dala siwa mina nawe baby kodwa sihlala thina sibambile
Ewe emhlabeni kunzima
Andifuni kuphila ngaphandle kwakho

Thandiwe (thandiwe)
Thandiwe(thandiwe)
Thandiwe(thandiwe)
Thandiwe mntakwethu ( thandiwe wam)

Kusheke ingcinga(ndicinga)
Ngawe imini nobusuku bayo(ngawe ubusuku nemini)
Mntakwethu(Mntakwethu kwenzenjani)
Ingathi kuphelile(hlala ndicabanga ngawe)

Ndicinga ngawe ubusuku nemini
Mntakwethu mntakwethu kwenzenjani
(Phakathi)Phakathi kwam nawe
Ndihlala ndicinga ngawe (ndicinga ngawe ubusuku nemini )
Mntakwethu kwenzenjani
Mmmh kutheni na(phakathi kwam nawe)
Phakathi kwam nawe phakathi kwam nawe
Angisazi andazi (Ndicinga ngawe ubusuku nemini)
Haibo (Mntakwethu mntakwethu kwenzenjani)
Phakathi kwam nawe (baby baby baby baby)

Curiosidades sobre la música Thandiwe del Vusi Nova

¿Cuándo fue lanzada la canción “Thandiwe” por Vusi Nova?
La canción Thandiwe fue lanzada en 2016, en el álbum “Naninina”.
¿Quién compuso la canción “Thandiwe” de Vusi Nova?
La canción “Thandiwe” de Vusi Nova fue compuesta por SIMPIWE PAUL HALAM, VUSUMZI NONGXA.

Músicas más populares de Vusi Nova

Otros artistas de Pop