Yibanathi

Vusi Nongxa, Mdumiseni Nzimande, Mxolisi Mhlongo, Lebo Morolo

Messiah
Ndigugqe nge dolo
Phambhi kwakho nd'yakhala smakade s'yaphela
Xolela
Ungas'lahli
Ngelixesha eli njena
El Shaddai Adonai thethelela ndiyakucela
Xolela
Nom' indlela inameva
Ndithembhe wena
Nom' iz' vunguvungu zomoya zingafika mna ndithembhe wena
Ndithembhe wena

Bawo yibanathi
Nge lixesha elinje
Usixolele izono zethu

Bawo yibanathi
Nge lixesha elinje
Usixolele izono zethu

Dumi Mkokstad

Xa ukhona Thixo
Ne Xebo liknona
Xa ukhona Thixo
Ne dlela i khona

Noma nge Thixo
Ungau cishanga lo umlilo
Kodwa, yibanathi

Bawo yibanathi
Nge lixesha elinje
Usixolele izono zethu

Bawo yibanathi
Nge lixesha elinje
Usixolele izono zethu

Siya kudinga
Ooo Yehova
Nga phandle kwakho
Si ngaenza lutho

Xa ukhona
Konke kulungile

Bawo yibanathi
Nge lixesha elinje
Usixolele izono zethu

Curiosidades sobre la música Yibanathi del Vusi Nova

¿Cuándo fue lanzada la canción “Yibanathi” por Vusi Nova?
La canción Yibanathi fue lanzada en 2021, en el álbum “Ngumama”.
¿Quién compuso la canción “Yibanathi” de Vusi Nova?
La canción “Yibanathi” de Vusi Nova fue compuesta por Vusi Nongxa, Mdumiseni Nzimande, Mxolisi Mhlongo, Lebo Morolo.

Músicas más populares de Vusi Nova

Otros artistas de Pop