Impilo

Ndashiy'izinto zami
Ndashiy'abazali bam
Ndikhangelana nobomi bam
mmmh mmmh impilw'inzima
mmmh mmmh impilw'inzima

Ndashiy'izinto zami
Ndashiy'abazali bam
Ndikhangelana nobomi bam
mmmh mmmh impilw'inzima
mmmh mmmh impilw'inzima

Impilw'inzima ifuna abomeleleyo
Impilw'inzima ifuna abamoleleyo
Batsh'abadala ifuna abomeleleyo
Batsh'abadala ifuna abomeleleyo
Mmmh mmmh mhh mhhh
Mmmh mmmh mhh mhhh
Mmmh mmmh mhh mhhh
Mmmh mmmh mhh mhhh

Ndatshintsha-tshintsha umqondo wam
A kuya le na lena
Vula ingqondo yami
Vula amehlo ami
Ndamane ndenjenje ndifezeke
Ndamane ndenjenje ndifezeke
Mmmh mmmh mhh mhhh
Mmmh mmmh impilw'inzima

Impilw'inzima ifuna abomeleleyo
Impilw'inzima ifuna abamoleleyo
Batsh'abadala ifuna abomeleleyo
Batsh'abadala ifuna abomeleleyo
Mmmh mmmh mhh mhhh
Mmmh mmmh mhh mhhh

Mmmh mmmh mhh mhhh
Mmmh mmmh mhh mhhh
Mmmh mmmh mhh mhhh
Mmmh mmmh mhh mhhh

Impilw'inzima ifuna abomeleleyo
Impilw'inzima ifuna abamoleleyo
Batsh'abadala ifuna abomeleleyo
Batsh'abadala ifuna abomeleleyo

Impilw'inzima ifuna abomeleleyo
Impilw'inzima ifuna abamoleleyo
Batsh'abadala ifuna abomeleleyo
Batsh'abadala ifuna abomeleleyo
Mmmh mmmh mhh mhhh
Mmmh mmmh mhh mhhh
Mmmh mmmh mhh mhhh
Mmmh mmmh mhh mhhh

Curiosidades sobre la música Impilo del Zahara

¿Cuándo fue lanzada la canción “Impilo” por Zahara?
La canción Impilo fue lanzada en 2013, en el álbum “Phendula”.

Músicas más populares de Zahara

Otros artistas de Pop