Ixesha

Bendazile (ndazile)
Bendazile (ixesha lam)

Ukuba bendazile (bendazile)
Bendilazile (bendazile) ixhesha lam

Ukba bendilazile ixesha esinalo
Ngabe xesha lam ndalichitha nawe
Ubu ngumhlobo wam
Ubu yinto yonke kum
Ndidanile uhambe kamsinyane
Ndishota ngawe Spiwe mbamile
Ndihleke nawe ndincokole nawe
I wish ibikhona enye indlela yokuba
Ubuye mngani wam
Andisakhoni mna eh
Ibuhlungu itliziyo yam
Ho Malinga eh
Kubuhlungu
Ukulahlekelwa ngumntu omthandayo

(asilazi ixesha esinalo)
Bendingasoze mna ndidlale ngalo
(kba bendilazi ixesha esinalo)
Bendingasoze mna ndidlale ngalo
Ukuba bendilazi ixesha esinalo
Ngabe xesha lam ndalichitha nawe
Ubu ngumhlobo wam
Ubu yinto yonke kum
Ndidanile uhambe kamsinyane
Ndisashota ngawe Spiwe mbamile
Ndihleke nawe ndincokole nawe
I wish ibikhona enye indlela yokuba
Ubuye tshomami
Andisakhoni mna eh
Ibuhlungu itliziyo yam
Ho Malinga eh
Kubuhlungu
Ukulahlekelwa ngumntu omthandayo

(asilazi ixesha esinalo)
Bendingasoze mna ndidlale ngalo
(kba bendilazi ixesha esinalo)
Bendingasoze mna ndidlale ngalo
Ndithi ndithi (kba bendilazi ixesha esinalo)
Bendingasoze mna ndidlale ngalo

(kba bendilazi ixesha esinalo)
Bendingasoze mna ndidlale ngalo
(kba bendilazi ixesha esinalo)
Bendingasoze mna ndidlale ngalo
(kba bendilazi ixesha esinalo)
Bendingasoze mna ndidlale ngalo
(kba bendilazi ixesha esinalo)
Bendingasoze mna ndidlale ngalo
(kba bendilazi ixesha esinalo)
Bendingasoze mna ndidlale ngalo

Hihihihi hey esinalo
Bendingasoze mna ndidlale ngalo

Músicas más populares de Ntando

Otros artistas de Reggae music