Nguwe
Uyayikhumbula le ngoma
Yha super memories here
heyheyhey hayhooo
Nguwe s'thandwa nguwe
Nguwe ongiphatha kahle
Nguwe s'thandwa nguwe
Nguwe ongiphatha kahle
Nguwe oyenz'impilo ibelula
Ndiyakuthembisa soze ndikuphoxe
Nguwe ongilethela injabulo
Nguwe ongiphatha kahle
Nguwe s'thandwa nguwe
Nguwe ongiphatha kahle
Nguwe s'thandwa nguwe
Nguwe ongiphatha kahle
Nguwe oyenz'impilo ibelula
Ndiyakuthembisa soze ndikuphoxe
Nguwe ongilethela injabulo
Nguwe ongiphatha kahle
Abantu abaninzi aph'endleleni
Bahlala bendibuza ukuba ndenza njani na
Ndihlala ndikhazimla
Nabazali bam bayabuza bathi
Kuqhubeka ntoni okanye ndi winni ilotto
Ndihlala ndincumile
Ngoba wena s'thandwa sam( wena wedwa)
(S'thandwa sam)sithandwa sam ngothando uyandijabulisa
Ngoba wena s'thandwa sam( wena wedwa)
(S'thandwa sam yhoo)sithandwa sam ngothando uyandijabulisa
Uuuu s'thandwa sam nguwe
Nguwe s'thandwa nguwe
Nguwe ondiphatha kahle
Nguwe s'thandwa nguwe
Nguwe ondiphatha kahle
Nguwe oyenz'impilo ibelula
Ndiyakuthembisa soze ndikuphoxe
Nguwe oyenz'impilo ibelula
Nguwe ondiphatha kahle yelele
Ngoba wena s'thandwa sam(Ndibonga wena s'thandwa sam wena wedwa)
Ngothando uyandijabulisa
Ngoba wena s'thandwa sam(Ndibonga wena )
Ngothando uyandijabulisa
S'thandwa sam nguwe
Nguwe s'thandwa nguwe ( wena wedwa)
Nguwe ondiphatha kahe( zange ndathandwa kangaka)
Nguwe s'thandwa nguwe
Nguwe ondiphatha kahle
Ndithi ndithi s'thandwa sam nguwe
Nguwe s'thandwa nguwe
Nguwe ondiphatha kahle
Umama wam no tata wam
Nguwe sthandwa nguwe (ngob'utheni)
Nguwe ondiphatha kahle
Nguwe oyenz'impilo ibelula
Ndiyakuthembisa soze ndikuphoxe
Nguwe oyenz'impilo ibelula
Nguwe ondiphatha kahle