Ibokwe (Goat)

Uzawundazi uba ndibhinqe ngantoni na
Yewena uzawundazi uk'ba ndibhinqe ngantoni
Uzawundazi uba ndibhinqe ngantoni na

Ndizamlungisa (Yoh, Yoh, Yoh)
Ngaphandle kwebokwe (Woh, Yoh, Yoh)
Lona ndizam'lungisa (Yoh, Yoh, Yoh)
Tyini, Ngaphandle kwebokwe (Woh, Yoh, Yoh)

Yabona uzawundazi uk'ba ndibhinqe ngantoni na
Ngoku uzawundazi uk'ba ndibhinqe ngantoni
Uzawundazi uba ndibhinqe ngantoni na
Yewena uzawundazi uk'ba ndibhinqe ngantoni na

Eyi ndingak'lungisa (Yoh, Yoh, Yoh)
Ngaphandle kwe kwebokwe(Woh, Yoh, Yoh)
Yabona lona yena ndizamlungisa (Yoh, Yoh, Yoh)
Ngaphandle kwebokwe (Woh, Yoh, Yoh)

Cause I'm an African flying machine
Ungandibona xa ndithi do my thing
Sukhathazeka, Zintweyincane lezo
Asifuni kuthi ide ilale ibokwe aph'ekhaya
Zintwezincane lezo
Asifuni kuthi bude buphekwe utywala apha ekhaya
Zintwezincane lezo
Oh zintwezincinci lezo

Eyi ndingak'lungisa (Yoh, Yoh, Yoh)
Ngaphandle kwe kwebokwe (Woh, Yoh, Yoh)
Yabona lento yona ndizay'lungisa (Yoh, Yoh, Yoh)
Ngaphandle ko tywala (Woh, Yoh, Yoh)

Ye, Lento ndizay'lungisa
Ngaphandle kwebokwe
Ndizamlungisa
Ngaphandle ko tywala

Yeyi wena nhlungu kayiphele
Yeyi wena bunzima (Ngoba kudala zikhala ingane zobaba)
Yeyi wena nkathazo
Andikoyiki, Ndiyak'funa

Mm, Yeh, Yeh, Yeh, Yeh, Yeh, Yeh, Yeh
Oh, Ndibhinqe ngantoni na
Oh, Woh, Woh, Woh, Woh, Woh, Woh, Woh
Oh, Ndibhinqe ngantoni na, Ye

Mm, Yeh, Yeh, Yeh, Yeh, Yeh, Yeh, Yeh
Yeh, Ndibhinqe ngantoni na
Mmh, Oh, Woh, Woh, Woh, Woh, Woh, Woh, Woh
Oh, Ndibhinqe ngantoni na, Ye

Oh ngaphandle kwe bokwe
Kuphila ngaphandle kwebokwe
Ngaphandle kwe bokwe
Kuphila ngaphandle kwebokwe

Yeh, Yeh, Yeh, Yeh, Yeh, Yeh, Yeh
Yeh, ndibhinqe ngantoni na
Woh, Oh, Woh, Woh
Woh ndibhinqe ngantoni na
Woh ndibhinqe ngantoni na
Bhinqe ngantoni na
Yeh Yeh Ndibhinqe ngantoni na, Yeh
Woh ndibhinqe ngantoni na
Bhinqe ngantoni na
Yeh Yeh Ndibhinqe ngantoni na, Ah

Ngaphandle kwebokwe
Yeh mmm, yeh mmm
Woh woh mmm

Yeh, Mmm
Yeh, Mmm
Yeh, Mmm
Woh, Woh, Mmm

Yeh, Mmm
Yeh, Mmm
Yeh, Mmm
Woh, Woh, Mmm, Mmm

Yeh, Mmm
Yeh, Mmm
Yeh, Mmm
Woh, Woh, Mmm, Mmm

Yoh, Yoh, Yoh
Woh, Yoh, Yoh
Yoh, Yoh, Yoh
Woh, Yoh, Yoh

Yoh, Yoh, Yoh
Woh, Yoh, Yoh
Yoh, Yoh, Yoh
Woh, Yoh, Yoh

Yoh, Yoh, Yoh
Woh, Yoh, Yoh
Yoh, Yoh, Yoh
Woh, Yoh, Yoh

Yoh, Yoh, Yoh
Woh, Yoh, Yoh
Yoh, Yoh, Yoh
Woh, Yoh, Yoh

Tyini ndambetha ngengoma
Tyini ndambetha ngengoma
Yey, ndambetha ngengoma
Tyini ndambetha ngengoma
Yey, ndambetha ngengoma, Yey

Músicas más populares de Thandiswa

Otros artistas de African music