Fela's Azania

SINETHEMBA DANA

ey eye y e e eh

Wo Azania
Wowu wo Azania
Wowu

Wo Azania
Nibizwa nonke nonke nonke
Wo Azania
Nibizwa nonke nonke nonke

Oh Azania, oh Azania
Abantwana bakho
Badidekile

Thina abantwana bakho
Abantwana bakho
Badidekile

Xa unyathela
Xa unyathela
Nobuhamba ngamadolo (zimase)
Woyeye zi (zimase)
Xa unyatheleka (zimase)
Woyeye
Woyeye zizimase

(zizimase)

Seyibhokile intetha bo vumani
Siphalala ngumvandedwa
Wamaphuph’ angafezekanga bo

Ngeke sibengamatye
Siphin’isidima
Xa unyatheleka mAfrika
Wenza njani
xa unyatheleka siphin'isidima?
Wenza njani xa unyatheleka?
Wenza njani?

Curiosidades sobre la música Fela's Azania del Simphiwe Dana

¿Cuándo fue lanzada la canción “Fela's Azania” por Simphiwe Dana?
La canción Fela's Azania fue lanzada en 2010, en el álbum “Kulture Noir”.
¿Quién compuso la canción “Fela's Azania” de Simphiwe Dana?
La canción “Fela's Azania” de Simphiwe Dana fue compuesta por SINETHEMBA DANA.

Músicas más populares de Simphiwe Dana

Otros artistas de African music