Isiphiti Phiti

Ndiyahamba mna bye bye

Bye bye sithandwa sam
Bye bye sithandwa sam
Uthi ndingaphinde ndifone
Utshukuthi awusangifuni
Owu bye bye sithandwa sam
Bye bye sithandwa sam
Ngoku unibeka amatyala oh
Owu bye bye sithandwa sam

Isiphithiphithi sentombi Jenny nguwe
Isiphithiphithi sentombi Peny nguwe
Isiphithiphithi sentombi Dozi nguwe
Isiphithiphithi sentombi Lolly nguwe
Aye isiphithiphithi sentombi Lolly nguwe
aha isiphithiphithi sentombi Jenny nguwe
Aye isiphithiphithi sentombi Tumi nguwe
Isiphithiphithi sentombi Thuli nguwe

Bye bye sithandwa sam
Bye bye sithandwa sam
Ngoku undibeka amatyala oh
Owu bye bye sithandwa sam
Hamba naye hamba naye hamba naye

Isiphithiphithi sentombi Lolly nguwe
Isiphithiphithi sentombi Dozi nguwe
Isiphithiphithi sentombi Busi nguwe
Isiphithiphithi sentombi Thuli nguwe

Tsh'ukuthi ngeyam
(iyangilingan' ibrukhwe iyangilingana)
(iyangilingan' ibrukhwe)

Tsh'ukuthi ngeyam
(iyangilingan' ibrukhwe iyangilingana)
(iyangilingan' ibrukhwe)

Tsh'ukuthi ngeyam
(iyangilingan' ibrukhwe iyangilingana)
(iyangilingan' ibrukhwe)

Tsh'ukuthi ngeyam
(iyangilingan' ibrukhwe iyangilingana)
(iyangilingan' ibrukhwe)

Isiphithiphithi sentombi Dozi nguwe
Isiphithiphithi sentombi Dolly nguwe
Isiphithiphithi sentombi Tumi nguwe
Isiphithiphithi sentombi Busi nguwe

Tsh'ukuthi ngeyam
(iyangilingan' ibrukhwe iyangilingana)
(iyangilingan' ibrukhwe)

Tsh'ukuthi ngeyam
(iyangilingan' ibrukhwe iyangilingana)
(iyangilingan' ibrukhwe)

Tsh'ukuthi ngeyam
(iyangilingan' ibrukhwe iyangilingana)
(iyangilingan' ibrukhwe)

Tsh'ukuthi ngeyam
(iyangilingan' ibrukhwe iyangilingana)
(iyangilingan' ibrukhwe)

Isiphithiphithi sentombi Jenny nguwe
Isiphithiphithi sentombi Dozi nguwe

Músicas más populares de Ringo Madlingozi

Otros artistas de R&B