Umphefumlo Wam

Musu koyika mphefumulo wam
Iyondikhapha inkosi yam
Ndizoya nayo andoyiki nto
Ithi iza emva kwam
Musu koyika mphefumulo wam
Iyondikhapha inkosi yam
Ndizoya nayo andoyiki nto
Ithi iza emva kwam

Ayisemnandi intliziyo yam
Isimanga mthetheleli
Andazi nam kwenzeke njani
Yihiyi yi yiyi yiyi
Ayisemnandi intliziyo yam
Isimanga mthetheleli
Andazi nam kwenzeke njani
Apha ngaphakathi kwam

Ekuphumuleni konke indawo njengomfuno
Sola mphefumulo wam
Ekutyatyambeni kwamasemenzi bomitshina
Bazotshabalala
Lonakele kukulil' ilizwe lam
Nomoya wam wonakele
Bazingela umoya wam ngokuthi wena
Uligugu lam

Ayisemnandi intliziyo yam
Isimanga mthetheleli
Andazi nam kwenzeke njani
Ngaphakathi kwam
Ayisemnandi intliziyo yam
Isimanga mthetheleli
Andazi nam kwenzeke njani
Ngaphakathi kwam

Ayisemnandi intliziyo yam
Isimanga mthetheleli
Andazi nam kwenzeke njani
Ngaphakathi kwam
Ayisemnandi intliziyo yam
Isimanga mthetheleli
Andazi nam kwenzeke njani
Ngaphakathi kwam

Kaske ngqondo ingadinwa ukupheka amaqhinga
Ingakumbi xa ungena mqolo wobeleka idinga
Ngaske mzimba ungadinwa kuk'nyuka amaqhina
Noba ngiyeva inkophe ziyasindwa bubuthongo buyafika
Ngaske mona ungacinwa sispondo segqwiha
Ngoba ndiyazi inyani abayifuni ilungisa liyadika
Ngaske mlomo ungahlebi into yam ungayithethi
Ulibhongo ndiyakuthemba ndiyakucela ungandiphoxi

Ayisemnandi intliziyo yam
Isimanga mthetheleli
Andazi nam kwenzeke njani
Ngaphakathi kwam
Ayisemnandi intliziyo yam
Isimanga mthetheleli
Andazi nam kwenzeke njani
Ngaphakathi kwam

Ayisemnandi intliziyo yam
Isimanga mthetheleli
Andazi nam kwenzeke njani
Ngaphakathi kwam

Ayisemnandi intliziyo yam
Isimanga mthetheleli
Andazi nam kwenzeke njani
Ngaphakathi kwam

Ayisemnandi intliziyo yam
Isimanga mthetheleli
Andazi nam kwenzeke njani
Ngaphakathi kwam

Músicas más populares de Nathi

Otros artistas de Afro-soul