Ndim Lo
Nkosi yam ndinyamezele
Nkosi mandibambelela kuwe
Ndiyaphumelela ubakhona umehluko
Ndim lo nkosi yam
Ndim lo ndiyakhalaza
Ndimlo ndiyagodola
Ndimlo ndiphambi kwakho
Ndize kuwe ndizozithoba
Ngazo zonke izinto ezimbi endikhe ndazenza
Ndize kuwe ndizozithoba
Ngazo zonke izinto ezimbi endikhe ndazenza
Ndim lo nkosi yam
Ndim lo ndiyakhalaza
Ndim lo ndibhidekile ndim lo
Ndim lo nkosi yam
Ndim lo ndiyakhalaza
Ndim lo ndibhidekile ndim lo
Namhlanje ndize kuwe ndizozithoba
Ngazo zonke izinto ezimbi endikhe ndazenza
Namhlanje ndize kuwe ndizozithoba
Ngazo zonke izinto ezimbi endikhe ndazenza
Namhlanje ndiyazibona (ndimlo ndim lo ndim lo)
Ndiyazisola (ndim lo ndim lo ndim lo)
Ngazo zonke izinto ezimbi endikhe ndazenza
Namhlanje ndiyazibona (ndimlo ndim lo ndim lo)
Ndizozisola (ndim lo ndim lo ndim lo)
Ngazo zonke izinto ezimbi endizenzile
Ndize kuwe ndizozithoba
Ngazo zonke izinto ezimbi endizenzile
Ngalanto ndisiza kuwe ndizozithoba
Ngazo zonke izinto ezimbi endikhe ndazenza
Be ndibona amafu amnyama endleleni yami
Nemvula yenyembezi
Ndibona amafu amnyama endleleni zami
Nemvula yenyembezi
Yiyo lento ndisiza kuwe ndizozithoba
Ngazo zonke izinto ezimbi endizenzile
Yiyo lento ndisiza kuwe ndizozithoba
Ngazo zonke izinto ezimbi endizenzile
Namhlanje ndize kuwe ndizozithoba
Ngazo zonke izinto ezimbi endikhe ndazenza
Namhlanje ndize kuwe ndizozithoba
Ngazo zonke izinto ezimbi endizenzile
Ndim lo nkosi yam (ndim lo ndim lo ndim lo )
Ndim lo ndiyakhalaza (ndim lo ndim lo ndim lo)
Ndim lo ndiyazisola
Ndim lo nkosiyam ( ndim lo ndim lo ndim lo)
Ndikhonkothwa zizinja (ndim o ndim lo ndim lo)
Ndilapha phambi kwakho
Ndim lo