Imibuzo

Nathi

Uyenza buhlungu intliziyo yam
Undenza ndizibuzi imibuzo
Ngeliny'ixesha sthandwa sam
Kubangathi awuliboni uthando lwam
Ngeliny'ixesha sthandwa sam
Ndibangazama awuboni umzamo wam
kodwa xandingekho phambi kwakho
Uyayazi kubanjani na
Kuba xa ungekho phambi kwam
Ndiyayazi kubanjani kum

Uyenza buhlungu intliziyo yam
Undenza ndizibuzi imibuzo
Uyenza buhlungu intliziyo yam
Undenza ndingalali ebusuku

Usakhumbulu ba kukho zithembiso
Esazenzayo phambi komfundisi nabantu
kuba wawuthe uzakuba nami
Noba kunjani ebuhleni nasebubini
Ndiyamangala xa izaba nguwe lo
Ofunu hamba ufun'uthath'intozakho ugoduke
Ndiyamangala xa izaba nguwe lo
Ofunu goduka ngenxa yoba ndingenamali

Uyenza buhlungu intliziyo yam
Undenza ndizibuzi imibuzo
Uyenza buhlungu intliziyo yam
Undenza ndingalali ebusuku
Uyenza buhlungu intliziyo yam
Undenza ndizibuzi imibuzo
Uyenza buhlungu intliziyo yam
Undenza ndingalali ebusuku

Yeyani yeyani le mibuzo endinayo ngawe
Yeyani yeyani na kutheni ndizibuza le mibuzo

Uyenza buhlungu intliziyo yam
Undenza ndizibuzi imibuzo
Uyenza buhlungu intliziyo yam
Undenza ndingalali ebusuku
Uyenza buhlungu intliziyo yam
Undenza ndizibuzi imibuzo
Uyenza buhlungu intliziyo yam
Undenza ndingalali ebusuku

Curiosidades sobre la música Imibuzo del Nathi

¿Cuándo fue lanzada la canción “Imibuzo” por Nathi?
La canción Imibuzo fue lanzada en 2015, en el álbum “Buyelekhaya”.

Músicas más populares de Nathi

Otros artistas de Afro-soul