Umquokozo

Hmmm
Hmmm helele le le mama heh
Hmmm ha la la la mama
Hayi hala la la la la la la la la
Hayi thatha
Hayi thatha
Hmm thatha
Hayi thatha
Hmmm helele le le mama heh

Hmm mama ke ndinomqokoz'oBomvu mama ke
Ndawuphiwa nguBawo
Ndinomqokoz'oBomvu mama ke
Ndawuphiwa nguBawo
Ndinomqokoz'oBomvu mama
Bathi helele
Ndinomqokoz'oBomvu mama
Bathi heh mama
Ndinomqokoz'oBomvu mama

Yiii yiza
Ha la la la la mama
Hayi sondela sthandwa sami
Ndiz'eAfrika bo hayi bo
Yiza
Hayibo
Yiza ah huh
Hayibo ah huh
Hayi bo

Mama ndinomqokoz'oBomvu
Ndawuphiwa nguBawo mama ke
Ndinomqokoz'oBomvu
Ndawuphiwa nguBawo mama ke
Ndinomqokoz'oBomvu
Ndawuphiwa nguBawo mama ke
Ndinomqokoz'oBomvu mama eh
Bathi helele
Ndinomqokoz'oBomvu mama eh
Bathi heh tana
Ndinomqokoz'oBomvu mama eh
Bathi helele

Mama libandla??
Bathi heh mama ke
Mama libandla??
Bathi heh tana
Mama libandla??
Hayi bo

Ooh la la la la la
Ooh la la la la la

Mama ndinomqokoz'oBomvu
Ndawuphiwa nguBawo mama ke
Ndinomqokoz'oBomvu
Ndawuphiwa nguBawo mama ke
Ndinomqokoz'oBomvu
Ndawuphiwa nguBawo
Mama ndinomqokoz'oBomvu mama eh
Bathi helele
Ndinomqokoz'oBomvu mama eh
Bathi heh mama
Ndinomqokoz'oBomvu mama eh

Ah thatha
Hmm thatha
Ah thatha
Hoya
Sondela, yiza
Sondela, yiza
Sondela, yiza
Sondela, yiza

Curiosidades sobre la música Umquokozo del Miriam Makeba

¿En qué álbumes fue lanzada la canción “Umquokozo” por Miriam Makeba?
Miriam Makeba lanzó la canción en los álbumes “South Africa's Skylark: Classic & Rarities” en 2010 y “Phata Phata” en 2015.

Músicas más populares de Miriam Makeba

Otros artistas de World music