Saduva [Zenizenabo]

Andisafuni ukuhamba
Ukuhamba neetshomi zam
Andisafuni mna ukuzula
Ndihla ndinyuka neetshomi zam

Ebumandini endandikubo
Iitshomi zam zazidla nam
Ezintlungwini mna endandikuzo
Iitshomi zam zazingekho

Yiyo ndivile, ndivile mama
Ilizwi lakho lalilikhulu
Ndandingamameli abazali bam
Ndandingakhathalelli ukunqandwa

Kuzo zonk'ezont'ezimbi
Nakuzo zonk'int'endandizenza

Yiyo thula mama sendivile ma
Thula mama sukulila mama
Ootshomi bam bandishiyile
Bandishiya kulenyakanyaka

Thula, thula wena mama ndivile
Yiyo ndivile, ndivile mama
Ilizwi lakho lalilikhulu
Ndandingamameli abazali bam
Ndandingakhathalelli ukunqandwa

Kuzo zonk'ezont'ezimbi
Nakuzo zonk'int'endandizenza

Yiyo thula mama sendivile ma mna
Thula mama sukulila mama
Ootshomi bam bandishiyile
Bandishiya kulenyakanyaka

Thula, thula wena mama ndivile
Iyo hayo iyo hayo
Iyo hayo yo yo yo
Iyo hayo hayi yho hayo ha
Hay, hay, hay, hay iyo hay hay
Yiza

Curiosidades sobre la música Saduva [Zenizenabo] del Miriam Makeba

¿Cuándo fue lanzada la canción “Saduva [Zenizenabo]” por Miriam Makeba?
La canción Saduva [Zenizenabo] fue lanzada en 2011, en el álbum “Pata Pata”.

Músicas más populares de Miriam Makeba

Otros artistas de World music