Nomeva

Miriam Makeba

Uyint'okwenzani?
Umbi kangaka?
Ndizakwenzani umbi kangaka?

Uyint'okwenzani?
Umbi kangaka?
Ndizakwenzani umbi kangaka?

Uyababona beqholosha nje
Uyawabon'amagqirha hoya
Uyababona beqholosha nje
Uyawabon'amagqirha hoya

Walil'umntana uhlatywe ngameva
Asingomeva yitolofiya
Hayi lomntana uyakuthanda
Ukoyanyiswa ezindongeni

Andikhathali noma kutheni
Isono sami singonile
Andikhathali noma kutheni
Isono sami singonile

Walila, walila lomntana (Walila, walil'umntana)
Walila uhlatywe ngameva (Walila, walil'umntana)
Hayi lomntana uyakuthanda bo (Hayi kuthanda)
Ukoyanyiswa ezindongeni

Andikhathali noma kutheni (Andikhathali)
Isono sami singonile (Sesingonile)
Andikhathali noma kutheni (Andikhathali)
Isono sami singonile (Sesingonile)

Walila, walila lomntana (Walila, walil'umntana)
Walila uhlatywe ngameva (Walila, walil'umntana)
Hayi lomntana uyakuthanda bo (Hayi uyakuthanda)
Ukoyanyiswa ezindongeni

Andikhathali noba kutheni (Andikhathali)
Isono sami singonile (Sesingonile)
Andikhathali noba kutheni (Andikhathali)
Isono sami singonile (Sesingonile)

Mama yiyo, yiyo
Hayi yho mama yiyo
Yiyo, yiyo mama
Hayo mama yiyo
Yiyo mama yiyo mama
Yiyo mama yiyo
Yiyo, yiyo
Hayo mama yiyo
Hoya

Curiosidades sobre la música Nomeva del Miriam Makeba

¿En qué álbumes fue lanzada la canción “Nomeva” por Miriam Makeba?
Miriam Makeba lanzó la canción en los álbumes “The World Of Miriam Makeba” en 1963 y “One More Dance” en 1964.

Músicas más populares de Miriam Makeba

Otros artistas de World music