Kutheni Sithandwa [Pata Pata 2]

Kutheni sithandwa
Undijonga undigqitha nje?
Kutheni sithandwa
Undijonga undigqitha nje?

Kutheni sithandwa
Undigqith'ungandibulisi heh (Undijonga undigqitha nje?)
Kutheni sithandwa
Undigqith'ungandibulisi heh (Undijonga undigqitha nje?)

Sithandana, sibulisana
Singagqithani nxa sidiban'estalatweni
Kutheni sithandwa ndenzeni na?

Curiosidades sobre la música Kutheni Sithandwa [Pata Pata 2] del Miriam Makeba

¿Cuándo fue lanzada la canción “Kutheni Sithandwa [Pata Pata 2]” por Miriam Makeba?
La canción Kutheni Sithandwa [Pata Pata 2] fue lanzada en 2012, en el álbum “Pata Pata - Best Of Vol. 2”.

Músicas más populares de Miriam Makeba

Otros artistas de World music