Kilimanjaro [Qongq]

Mama eh
Mama eh
Mama ndiyavuya mna

Mama ndiyavuya mna
Yho ndinqwenel'iRhawuti
Ndibuyel'ekhaya
Ndiyavuya mna

Hi lilililili
Lalala la la la

Heh mna ndinqwenel'iRhawuti
Ndibuyel'ekhaya
Ndiyavuya mna
Hmm

Mama eh
Mama eh
Mama ndiyavuya mna

Mama ndiyavuya mna
Yho ndinqwenel'iRhawuti
Ndibuyel'ekhaya
Ndiyavuya mna

Lalala la la la
La la ha la la la la

Heh mna ndinqwenel'iRhawuti
Ndibuyel'ekhaya
Ndiyavuya mna
Hmm

Kill him
Kill him, kill him, kill him
Kill the savage Lion
Before the Lion kills you
Hmmm

Heh mna ndinqwenel'iRhawuti
Ndibuyel'ekhaya
Ndiyavuya mna
Tha la la la la la
La la la la la la

Mama eh
Mama eh
Mama eh

Mama eh
Mama eh
Mama eh

Curiosidades sobre la música Kilimanjaro [Qongq] del Miriam Makeba

¿Cuándo fue lanzada la canción “Kilimanjaro [Qongq]” por Miriam Makeba?
La canción Kilimanjaro [Qongq] fue lanzada en 1962, en el álbum “The Many Voices of Miriam Makeba”.

Músicas más populares de Miriam Makeba

Otros artistas de World music