Dubula [Golden Voices of Africa]

Ntakana ntyilo ntyilo uphetheni ngomlomo ham?
Lo-lo-lo-lo-lo-lo-lom
Ndipheth'amas'osana lwam (Lo-lo-lo-lo-lo-lo-lom)
Uwasaph'engekavuthwa hmm? (Lo-lo-lo-lo-lo-lo-lom)
Iyahahay iyehehey hmmmm (Hom)

Dubula mfana ndini (Ho ham)
Dubula mfana ndini (Ho ham)
Dubula mfana ndini (Ho ham)
Dubula ngemfakadolo leyo lumka

Dubula mfana ndini (Ho ham)
Dubula mfana ndini (Ho ham)
Dubula mfana ndini (Ho ham)
Dubula ngemfakadolo leyo lumka

Dubula mfana ndini (Hom hom)
Ngemfakadolo leyo (Hom hom)
Dubula mfana ndini
Lumka watsha (Hom hom)

Dubula mfana ndini (Hom hom)
Ngemfakadolo leyo (Hom hom)
Dubula mfana ndini (Hom hom)
Lumka watsha

Hayo hayo dubula dubula (Iyo lomfana)
Hayi, hayi, dubula, dubula (Iyo lomfana)
Hayo hayo dubula dubula (Iyo lomfana)
Lumka watsha oh

Hayo hayo dubula dubula (Iyo lomfana)
Hayi, hayi, dubula, dubula (Iyo lomfana)
Hayo hayo dubula dubula (Iyo lomfana)
Lumka watsha

Dubula mfana ndini (Hom hom)
Ngemfakadolo leyo (Hom hom)
Dubula mfana ndini (Hom hom)
Dubula ngemfakadolo leyo lumka (Lumka watsha)

Dubula mfana ndini (Hom hom)
Ngemfakadolo leyo (Hom hom)
Dubula mfana ndini (Hom hom)
Dubula ngemfakadolo leyo lumka (Lumka watsha)

Hayo hayo dubula dubula (Dubula, dubula)
Hayi, hayi, dubula, dubula (Dubula, dubula)
Hayo hayI dubula dubula (Dubula, dubula)
Lumka watsha awo

Hayo hayo dubula dubula (Dubula, dubula)
Hayi, hayi, dubula, dubula (Dubula, dubula)
Hayi, hayi dubula dubula (Dubula, dubula)
Dubula ngemfakadolo leyo lumka

Ntakana ntyilo ntyilo uphetheni ngomlomo hmm?
(Lo-lo-lo-lo-lo-lo-lom)
Ndipheth'amas'osana lwam (Lo-lo-lo-lo-lo-lo-lom)
Uwasaph'engekavuthwa hmm? (Lo-lo-lo-lo-lo-lo-lom)
Iyahahay iyehehey hmmmm

Curiosidades sobre la música Dubula [Golden Voices of Africa] del Miriam Makeba

¿Cuándo fue lanzada la canción “Dubula [Golden Voices of Africa]” por Miriam Makeba?
La canción Dubula [Golden Voices of Africa] fue lanzada en 2011, en el álbum “Pata Pata”.

Músicas más populares de Miriam Makeba

Otros artistas de World music