Mthulise

Uthe uyamthanda (Uthe uyamthanda)
Mthulise (Mthulise angakhali ungamyeki aphele amandla)
Uthe uyamthanda Mthulise (Mthulise angakhali )
Mthulise (Mthulise angakhali )
Uzozivela nkosi

Uthe uyamthanda (Uthe uyamthanda)
Mthulise (Mthulise angakhali ungamyeki )
Uthe uyamthanda
Mthulise (Mthulise angakhali )
Uzozivela ntombi

Wenzani na
Luthando olunjani na olu
Luthando olunjani na
Uthi awuklhathali
Uyazi ukuba ndinomntwana

Busuku bonke (Busuku bonke)
Ndicinga ngawe (Ndicinga ngawe)
Uthe uyamthanda (Uthe uyamthanda)
Uzozivela ntombi

Uyakhumbula mhla ndikubona okokuqala
Eyingilosi
Uthe uyamthanda (Uthe uyamthanda)
Esidla ngaye
Ngoku akalali ebusuku (Busuku bonke)
Uzozivela ntombi

Uthe uyamthanda (Mthulise )
Mthulise angakhali (Dealer naye uthe ungowakho)
Uzozivela ntombi
Mthulise (Mthulise angakhali ungamyeki )
Aphele amandla
Uzozivela ntombi

Mthulise (Mthulise angakhali )
(Dealer naye uthe ungowakho)
Uzozivela ntombi
Uthe uyamthanda (Uthe uyamthanda)
Mthulise (Mthulise angakhali ungamyeki aphele amandla)

Uthe uyamthanda (Uthe uyamthanda)
Usakhumbula ukuthi kwakunjani na
Wathi mina nawe sofa silahlane
Uzozivela ntombi

Umuntu akalahlw'esaphila
Uzomdinga ngeliny'ilanga
Mphathe kahle yena ungowakho
Uzozivela ntombi (Uthe uyamthanda )

Yibanaye dlala naye
Hlala nawe
Uthe ungowakho
Uzozivela ntombi

Vuka naye
Hlala naye
Idla naye
Yena ungowakho

Mthulise (Mthulise angakhali )
(Ungamyeki aphele amandla)
Mthulise (Mthulise angakhali )
(Ungamyeki aphele amandla)
Uthe uyamthanda

Mthulise (Mthulise angakhali )
(Ungamyeki )
Mthulise (Mthulise angakhali )
(Ungamyeki )

Uyamthanda na
Uyamthanda na
Uyamthanda na (Angakhali)
Uyamthanda na
Uyamthanda na (Angakhali)
Uyamthanda na
Uyamthanda na

Mthulise angakhali
Ungamyeki aphele amandla
Mthulise angakhali
Ungamyeki aphele amandla

Mthulise angakhali
Ungamyeki aphele amandla
Mthulise angakhali
Ungamyeki

Músicas más populares de Malik

Otros artistas de Pop rock