Vuma

LINDA PIUS GCWENSA, MOJALEFA THEBE

Molo ntokazi
Igama ndinguthandwa
Ungubani igama lakho
Bendicela ukukwazi
If you don't mind
Bedisacela inumber yakho
Ndizokufownela

Baningi ngibabona
Nabo bahle
Kodwa abafani nawe
Baningi ngibabona
Impela bahle
Kodwa abafani nawe

Ngithi mina vuma (Vuma)
Vuma (Vuma)
Uthandolwam
Bengicela ibenguwe (Nguwe)
Nguwe (Nguwe)
Nguwe ubambolwam

Akhe uvume (Vuma)
Wena vuma (Vuma)
(Ubambolwam)
Bengicela kube nguwe (Nguwe)
Kube nguwe (Nguwe)
Nguwe ubambolwam

Ha we mama
Akhe ngijule uzibuze
Awumdingi ofana nami
Awukhe ukhulume nenhliziyo
Uzibuze ntomb'enhle
Awumdingi ofana nami

Ngithi mina vuma (Vuma)
Vuma (Vuma)
Uthandolwam
Bengicela kubenguwe (Nguwe)
Kube nguwe (nguwe)
Nguwe ubambolwam

Akhe uvume (Vuma)
Wena vuma (Vuma)
( Vuma bambolwam)
Bengicela kube nguwe (Nguwe)
Kube nguwe (Nguwe)
Nguwe ubambolwam

Akhe uvume (Vuma)
Vuma (Vuma)
Ulu bambolwam
Bengicela kube nguwe (Nguwe)
Kube nguwe (Nguwe)
Nguwe ubambolwam

Wena vuma (Vuma)
Vuma (Vuma)
Ulu bambolwam
Kube nguwe (Nguwe)
Kube nguwe (Nguwe)
Nguwe ubambolwam

Curiosidades sobre la música Vuma del Linda

¿Quién compuso la canción “Vuma” de Linda?
La canción “Vuma” de Linda fue compuesta por LINDA PIUS GCWENSA, MOJALEFA THEBE.

Músicas más populares de Linda

Otros artistas de Trip hop