Uzogcin' Ubomi Mam

Somandla uzogcin'ubomi bam (Uzogcin'ubomi bam)
Oh khusel'impilo wam' (Khusel'impilo yam)
Khona ndohamba (Ndohamba ndijonge kuwe)
Ngamaxesha onke (Ngamaxesha onke)

Somandla uzogcin'ubomi bam (Uzogcin'ubomi bam)
Wena ukhusel'impilo wam (Khusel'impilo yam)
Khona ndohamba (Ndohamba ndijonge kuwe)
Ngamaxesha onke (Ngamaxesha onke)

Somandla uzogcin', uzogcin'ubomi bam
Wena ukhusele, ukhusel'impilo yam
Khona ndizohamba ndijonge kuwe Thixo
Ngamaxesha, ngamaxesha onke

Uzogcin'ubomi bam (Uzogcin'ubomi bam)
Wena ukhusel'impilo wam (Khusel'impilo yam)
Khona ndohamba (Ndohamba ndijonge kuwe)
Ngamaxesha onke (Ngamaxesha onke)

Somandla, Somandla ,Somandla (Uzogcin'ubomi bam)
Wena ukhusel'impilo yam (Khusel'impilo yam)
Mna ndohamba (Ndohamba ndijonge kuwe)
Ngamaxesha, maxesha onke (Ngamaxesha onke)

Mna ndohamba, mina ndohamba
Mina ndohamba, mina ndohamba

He mna, ndohamba (Ndohamba ndijonge kuwe)
Amaxesha onke (Ngamaxesha onke)

Somandla, Somandla ,Somandla (Uzogcin'ubomi bam)
Ubomi bam, ubomi bam (Khusel'impilo yam)
Mina ndohamba (Ndohamba ndijonge kuwe)
Ngamaxesha, ngamaxesha onke (Ngamaxesha onke)

Uzogcin'ubomi bami (Uzogcin'ubomi bam)
Wena ukhusel'impilo yami Baba (Khusel'impilo yam)
Mina ndohamba (Ndohamba ndijonge kuwe)
Mina ndohamba (Ngamaxesha onke)

Mina ndohamba, ndohamba (Ndohamba ndijonge kuwe)
Ndohamba mina (Ngamaxesha onke)
Mna ndohamba (Ndohamba ndijonge kuwe)

Músicas más populares de Jabu Hlongwane

Otros artistas de Gospel