Ziph' Inkomo [Short Version]

CAIPHUS KATSE SEMENYA, LETTA MBULU

(Ziph’ inkomo zamalobola)
(Ziph’ inkomo zamalobola)
Woo woo wooo (Lashon’ ilanga lashon’ ilanga)
Woo woo wooo (Lashon’ ilanga lashon’ ilanga)

Kwatsh' uThandiwe
Wathi indoda zinkomo
Kwatsh' uThandiwe
Wathi indoda zinkomo zayo

Ndiyabafuna Abantwana ndifuna nomuzi
Amasiko kith aqhelekileyo
Andifuni ukukipita nawe
Mus'ukudlala ngami nothando lwami

Kwatsh' uThandiwe
Endixelela eziqhinsini mama (Eziqhinsini)
Kwatsh' uThandiwe
Endixelela eziqhinsini (Eziqhinsini)

(Ziph’ inkomo zamalobola)
Wandibuz' uThandiwe (Ziph’ inkomo)
Oh wathi ziph' inkomo (Zamalobola)
Zamalobola

Woo woo wooo (Lashon’ ilanga lashon’ ilanga)
Woo woo wooo (Lashon’ ilanga lashon’ ilanga)

Ndiyamthanda uThandiwe
Oh ndiphupha ngaye ndifunga ngaye
Ndiyamthanda uThandiwe
Oh mangiphupha ngaye ndifunga ngaye

(Ndifun' abantwana ndifuna nomuzi)
(Kodwa inkomo azivuki chithani babhemi bo)

Kudala ndisebenza ezinkomponi
Ndemb'igolide kodwa imali ayikho bo
Hey ngahlupheka azinkomponi
Hawu kujuluk’ indoda akudlalwa wemama
Zaphel’ inkomo zikababa
Kwenzenjani na umhlaba kababa

Inkomo zikababa (Ziph’ inkomo)
Ziphi inkomo zam zangempela baba (Ziph’ inkomo)
Wandibuza uThandiwe wandibuza (Ziph’ inkomo)
Wathi ziphi inkomo zakho zangempela baba (Ziph’ inkomo zakuthi)

(Sikhonile ukulandela)
Amasiko esintu (Sikhonile ukulandela)
Imithetho yesintu (Sikhonile ukulandela)
Amasiko esintu (Sikhonile ukulandela)
Nemithetho yethu (Woo woo woo woo woo)

Curiosidades sobre la música Ziph' Inkomo [Short Version] del Caiphus Semenya

¿En qué álbumes fue lanzada la canción “Ziph' Inkomo [Short Version]” por Caiphus Semenya?
Caiphus Semenya lanzó la canción en los álbumes “The Very Best Of” en 1996 y “Live at Carnival City” en 2011.
¿Quién compuso la canción “Ziph' Inkomo [Short Version]” de Caiphus Semenya?
La canción “Ziph' Inkomo [Short Version]” de Caiphus Semenya fue compuesta por CAIPHUS KATSE SEMENYA, LETTA MBULU.

Músicas más populares de Caiphus Semenya

Otros artistas de African music