Baxakekile Oxam [Myekeleni]
Ndithi maye lozo zeyizo mama
Ndithi mana mama zekucepa ada
Ndithi lizo zom yomama zemikodza mama yo
Ndithi lizo zom yomama zemikodza mama
Baxakekile oxam
Ngamaxoki ngamaxoki
Iqaqa lazoqikaqika eqawukeni laqhawuka uqhoqhoqho mama yo mama
Mama yo mama
Baxakekile oxam
Ngamaxoki ngamaxoki
Baxakekile oxam
Ngamaxoki ngamaxoki
Iqaqa lazoqikaqika eqawukeni laqhawuka uqhoqhoqho mama yo mama
Mama yo mama
Igqirha lendlela nguqonqothwane yo
Iqaqa laziqikaqika eqawukeni laqhawuka uqhoqhoqho mama yo mama
Laqhawuka uqhoqhoqho mama yo
Laqhawuka uqhoqhoqho
Owu ngamaxoki ngamaxoki uxam iyo
Ngamaxoki ngamaxoki
Baxakekile oxam
Ngamaxoki ngamaxoki
Baxakekile oxam
Baxakekile oxam
Ngamaxoki ngamaxoki
Igqirha lendlela nguqonqothwane
Baxakekile oxam
Ngamaxoki ngamaxoki
Baxakekile oxam
Ngamaxoki ngamaxoki
Igqirha lendlela yo nguqonqothwane mama
Igqirha lendlela nguqonqothwane
Iqaqa laziqikaqika eqawukeni laqhawuka uqhoqhoqho
Igqirha lendlela nguqonqothwane
Iqaqa laziqikaqika
Iqaqa laziqikaqika
Iqaqa laziqikaqika ecangweni
Laqhawuka uqhoqhoqho
Laqhawuka uqhoqhoqho
Laqhawuka uqhoqhoqho
Laqhawuka uqhoqhoqho