Sobheka Phina Thixo
Sobheka phi na Thixo
Thina Thixo singabheki kuwe
Soncedwa ngubani na (Soncedwa ngubani)
Soncedwa ngubani na (Singancedwa nguwe)
Wadala (Wadala thina bantu)
Thina bantu (Wenza into zonke)
Umise nenkululo (Umise nenkululo)
Umise nenkululo (Sisindiswe sonke)
Wadala (Wadala thina bantu)
Thina bantu (Wenza into zonke)
Umise nenkululo (Umise nenkululo)
Umise nenkululo (Sisindiswe sonke)
Wadala (Wadala thina bantu)
Thina bantu (Wenza into zonke)
Umise nenkululo (Umise nenkululo)
Umise nenkululo (Sisindiswe sonke)
Wadala (Wadala thina bantu)
Thina bantu (Wenza into zonke)
Umise nenkululo (Umise nenkululo)
Umise nenkululo (Sisindiswe sonke)