Mazithi Ingqondo Zethu
Mazith’ingqondo zethu (Ingqondo zethu)
Zimbonge uYehova
Kuba (Kuba iinceba zakhe)
Zimi (Zimi ngonaphakade)
Zimi(Zimi ngonaphakade)
Masithi (Masithi kulonke )
Sazise (Sazis’igama lakhe)
Kuba (Kuba iinceba zakhe)
Zimi (Zimi ngonaphakade)
Zimi(Zimi ngonaphakade)
Nawo (Nawo amandla akhe )
Zukha ((Zukhanyisele izwe )
Kuba (Kuba iinceba zakhe)
Zimi ngo(Zimi ngonaphakade)
Zimi(Zimi ngonaphakade)
Khohlwa (Khohlwa into zonke )
Ngazo izandla (Ngazi izandla zakhe)
Kuba (Kuba iinceba zakhe)
Zimi ngo(Zimi ngonaphakade)
Zimi(Zimi ngonaphakade)
Ezintsizini (Ezintsizini zethu)
Ili (Iliso liyabona )
Kuba (Kuba iinceba zakhe)
Zimi ngo (Zimi ngonaphakade)
Zimi(Zimi ngonaphakade)
Kubo bonke (Kubo bonke ooThixo)
OoThixo (Akukho onjengaye)
Kuba (Kuba iinceba zakhe)
Zimi ngo (Zimi ngonaphakade)
Zimi(Zimi ngonaphakade)
Amen