Jerusalem Ikhaya Lami

Jerusalem ikhaya lam
Ikhaya (Ikhaya lami endilithandayo)
Wofezwa nini (wofezwa nini )
Wofezwa nini (wofezwa nini umzamo wam)
Umzamo wam(sendiphumle kuwe)

Wofezwa nini (wofezwa nini umzamo wam)
Umzamo wam(sendiphumle kuwe)
Wofezwa nini (wofezwa nini umzamo wam)
Umzamo wam(sendiphumle kuwe)

Wobonanini (Wobonanini )
Wo bonanini (wo bonanini namehlo am)
Amehlo am(Lomasango mahle)
Nezitrata(Nezitrata)
Nezitrata (Nezitrata zegolide)
Zegolide(Zomzi wosindiso)

Nezitrata(Nezitrata)
Nezitrata (Nezitrata zegolide)
Zegolide(Zomzi wosindiso)
Nezitrata(Nezitrata)
Nezitrata (Nezitrata zegolide)
Zegolide(Zomzi wosindiso)

Zingandidakumbisa(Zingandidakumbisa)
Zingandidakumbisana (Intlungu no kufa)
Sendiyibona (Sendiyibona)
Sendiyibona(Ikanana engunaphakade)

Sendiyibona(Ikanana engunaphakade)
Sendiyibona(Ikanana engunaphakade)

Ndiyakulangazelela(Ndiyakulangazelela)
Ndiyakulangazelele(Jerusalema entsha)
Imizamo(Imizamo)
Imizamo (Imizamo yam yophela)
Yam yophela ndakufika kuwe

Imizamo (Imizamo yam yophel
Yam yophela ndakufika kuwe
Imizamo (Imizamo yam yophela)
Yam yophela ndakufika kuwe
Amen

Músicas más populares de Amadodana Ase Wesile

Otros artistas de Gospel