Bulelani Ku Jehova
Bulelani kuYehova
Kuba elungile
Kuba ububele bakhe (Kuba ububele bakhe)
Bubobaphakade.
Atsho amaSirayeli
(Atsho amaSirayeli)
Iindlu zawo zonke
Athi ububele bakhe (athi ububele bakhe)
Bubobaphakade
Ndamemeza ndamemeza
(Ndamemeza kuYehova)
KuYehova ndandisengxingweni (ndandisengxingweni)
Wandinceda wandinceda
(Wandinceda wandibeka)
Wandibeka endawen’ebanzi
Ingecala ingecala
(Ingecala lam iNkosi)
Lami Nkosi
(Andisokoyika)
Ingasuka ingasuka
(Ingasuka ithi ni na)
Lento ngumntu kumi
Ingecala ingecala
(Ingecala lam iNkosi)
Lami Nkosi
(Iyakundinceda)
Indincede indincede
(Indincede ngokumnandi)
Kwabandithiyayo
Ukuthemba ukuthemba
(Ukuthemba uYehova)
UYehova
(Nokuphepha ngaye)
Kukho uku kukho uku
(Kuko okulungileyo)
Kungathenjwa bantu
Mandisinde mandisinde
(Mandisinde ngawe Nkosi)
Ngawe Nkosi
(Undisikelele)
Mandiphumle ngaWe Nkosi:
Undithamsanqele.
Mandisinde mandisinde
(Mandisinde ngawe Nkosi)
Ngawe Nkosi
Undithamsanqele.
Amen